1 Yeziganeko 25:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uDavide, ekunye neengqwayi-ngqwayi zomkhosi, wachonga abathile koonyana baka-Asafu, nabakaHeman, nababakaJedutum, wabanika umsebenzi wokushumayela bekhalisa iihapu nemirhubhe namacangci. Nanga ke amadoda awayephethe lo msebenzi:

1 Yeziganeko 25

1 Yeziganeko 25:1-5