1 Yeziganeko 24:31 Ibhayibhile (XHO96)

Nabo benza *amaqashiso kwanjengabantakwabo abayinzala ka-Aron, ekho nokumkani uDavide, uZadoki, uAhimeleki, neenkulu zezindlu zababingeleli nezabaLevi. Izindlu zâbo baziinkulu zaziphathwa ngokufanayo nezo zâbo baziinci.

1 Yeziganeko 24

1 Yeziganeko 24:24-31