1 Yeziganeko 25:2 Ibhayibhile (XHO96)

Koonyana baka-Asafu nguZakure, noJosefu, noNetaniya, noAsharela. Babeshumayela ngokomyalelo kakumkani, bephethwe nguAsafu.

1 Yeziganeko 25

1 Yeziganeko 25:1-7