Umsebenzi Wabathunywa 1:3 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kokubandezelwa nokufa kwakhe wazibonakalisa kuloo madoda ngeziganeko ezininzi ukuba uvukile. Kwithuba leentsuku ezingamashumi amane abathunywa babemana bembona, ethetha nabo ebaxelela ngezolawulo lukaThixo.

Umsebenzi Wabathunywa 1

Umsebenzi Wabathunywa 1:1-4