Umsebenzi Wabathunywa 1:4 Ibhayibhile (XHO96)

Esitya kunye nabo wabayala wathi: “Ze ningemki eJerusalem. Hlalani nilinde isipho esathenjiswa nguBawo, esiya ndanixelela ngaso.

Umsebenzi Wabathunywa 1

Umsebenzi Wabathunywa 1:1-13