Umsebenzi Wabathunywa 1:2 Ibhayibhile (XHO96)

kude kuye kuthi gaa ngaloo mhla wanyuselwa ngawo ezulwini nguThixo. Ngaphambi kokuba anyuswe uYesu, wathi ngoMoya oyiNgcwele wawayala loo madoda awawanyulayo ukuba abe *ngabathunywa.

Umsebenzi Wabathunywa 1

Umsebenzi Wabathunywa 1:1-8