2 Kasamweli 13:9 Ibhayibhile (XHO96)

wawakhupha epanini, wabeka phambi koAmnon, kodwa akatya.Uvakele uAmnon esithi: “Khupha wonke umntu okule ndlu!” Baphuma bonke abo bantu kuloo ndlu.

2 Kasamweli 13

2 Kasamweli 13:6-13