2 Kasamweli 13:10 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe kuTamare uAmnon: “Zisa loo maqebengwana apha egumbini lam lokulala, undityise ngesakho isandla.” Wawathatha loo maqebengwana awenzileyo uTamare, wawasa kumntakwabo uAmnon egumbini lakhe lokulala.

2 Kasamweli 13

2 Kasamweli 13:9-13