2 Kasamweli 13:8 Ibhayibhile (XHO96)

Waya ke uTamare endlwini ka-Amnon umntakwabo, wafika esemandlalweni. Wathatha umgubo waxova, wenza amaqebengwana ejongiwe nguAmnon,

2 Kasamweli 13

2 Kasamweli 13:4-11