1 Yookumkani 12:33 Ibhayibhile (XHO96)

Ngosuku lweshumi elinesihlanu kwinyanga yesibhozo, nyanga leyo wazikhethelayo, wenza amadini kwiqonga awayelakhe eBhetele. Ewe, amaSirayeli wawamisela loo mbhiyozo, naye waya eqongeni wanikela amadini.

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:32-33