1 Yookumkani 12:32 Ibhayibhile (XHO96)

Wamisa imibhiyozo ngosuku lweshumi elinesihlanu kwinyanga yesibhozo njengalowo wawusenziwa kwaJuda, waza wenza amadini eqongeni. Le nto wayenza eBhetele, wawenzela amadini loo mathole wayewabumbile. Kananjalo eBhetele wamisa ababingeleli kwiinduli awayezimisile.

1 Yookumkani 12

1 Yookumkani 12:25-33