1 Yookumkani 13:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi uJerobhowam xa emi ngaseqongeni lamadini, eza kwenza iziqhumiso, nako kuvela umfo wakwaThixo owayeyalelwe *nguNdikhoyo ukuba aphume kwaJuda, aye eBhetele.

1 Yookumkani 13

1 Yookumkani 13:1-8