1 Kasamweli 19:2 Ibhayibhile (XHO96)

Usuke ke uJonatan waya kuchazela uDavide, esithi: “Ubawo uzama indlela yokukubulala; uze ulumke ke ngomso kusasa. Uze uye kufuna indawo yokuzimela, uhlale apho.

1 Kasamweli 19

1 Kasamweli 19:1-4