1 Kasamweli 19:3 Ibhayibhile (XHO96)

Mna ndiza kuya nobawo apho endle, ndifike ndime naye kuloo ndawo uzimele kuyo, ndithethe ngawe kuye. Ukuba ndive nto yimbi, ndobe ndikwazise.”

1 Kasamweli 19

1 Kasamweli 19:1-8