1 Kasamweli 19:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uSawule waxelela unyana wakhe uJonatan kunye namaphakathi akhe ukuba uDavide makabulawe. Phofu uJonatan wayevana kakhulu noDavide.

1 Kasamweli 19

1 Kasamweli 19:1-6