Uzakariya 14:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaloo mini ke kuya kumpompoza amanzi aphilisayo, ephuma eJerusalem, isiqingatha sawo sinkcenkcezele ulwandle lwasempuma, size ke esinye siye kungena kulwandle lwasentshona. Koba njalo ehlotyeni nasebusika.

Uzakariya 14

Uzakariya 14:3-16