Uzakariya 14:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uNdikhoyo uya kuba ngukumkani wehlabathi jikelele. Ewe, ngaloo mini iya kuba nguNdikhoyo yedwa, igama lakhe libe kuphela kwagama elitshatsheleyo.

Uzakariya 14

Uzakariya 14:4-19