Uzakariya 14:7 Ibhayibhile (XHO96)

Koba yimini eyodwa, engenamini nabusuku – imini eyaziwa nguNdikhoyo. Kwakufika ukuhlwa kobakho ukukhanya.

Uzakariya 14

Uzakariya 14:1-17