Uzakariya 12:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaloo mini, utsho uNdikhoyo, ndowarhwaqelisa onke amahashe abo, batsho baphakuzele abaphezu kwawo. Indlu kaJuda yona ndiya kuyilondoloza; ke wona amahashe onke eentlanga ndowabetha ngobumfama.

Uzakariya 12

Uzakariya 12:1-6