Uzakariya 12:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaloo mihla iJerusalem ndoyenza ifane nelitye elinzima kunene, yaye ke nabani na ozama ukuliphakamisa losuka limgcimfize. Zonke izizwe zehlabathi zodibana ziyihlanganyele.

Uzakariya 12

Uzakariya 12:1-11