Uzakariya 12:5 Ibhayibhile (XHO96)

Iinkokheli zakwaJuda zosuka zithi ezintliziyweni zazo: ‘Abantu baseJerusalem bomelele, kuba uThixo wabo nguNdikhoyo onamandla onke.’

Uzakariya 12

Uzakariya 12:4-14