Uyoshuwa 24:32 Ibhayibhile (XHO96)

Amathambo kaJosefu awayeze nawo eJiputa amaSirayeli, awangcwaba kumhlaba owathengwa nguYakobi eShekem koonyana bakaHamore uyise kaShekem ngekhulu leesiliva. Lo mhlaba waba lilifa lenzala kaJosefu.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:31-33