Uyoshuwa 24:31 Ibhayibhile (XHO96)

AmaSirayeli ahlala ekhonza uNdikhoyo lo gama wayesaphila uYoshuwa. Akungabikho ahlala esenjenjalo nangalo gama ayesekho amadoda amakhulu awayenamava ngeziganeko ezikhulu ezenziwa nguNdikhoyo.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:28-33