Uyoshuwa 24:33 Ibhayibhile (XHO96)

Wabhubha noElazare, unyana ka-Aron, waza wangcwatyelwa eGibheya kweleentaba kwaEfrayim, emhlabeni owabelwa uPineyasi unyana wakhe.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:26-33