Uyoshuwa 10:15-18 Ibhayibhile (XHO96)

15. Emva kwedabi uYoshuwa nomkhosi wakhe babuyela esikhululweni eGiligali.

16. Ookumkani bama-Amori baphuncula bobahlanu, baya kuzimela emqolombeni eMakeda.

17. Babhaqwa, waza waxelelwa apho bakhoyo uYoshuwa.

18. Wathi: “Qengqelani amatye amakhulu, nivale ngawo umlomo womqolomba, nize nishiye amadoda okulinda.

Uyoshuwa 10