Uyoshuwa 11:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani uJabhin waseHazore uthe akuva ngeziqwenga ezazisenziwa ngamaSirayeli, wathumela isigidimi kukumkani uJobhabhi waseMadon nakwiikumkani zaseShimron naseAkeshafi,

Uyoshuwa 11

Uyoshuwa 11:1-11