Uyoshuwa 9:27 Ibhayibhile (XHO96)

kodwa wathi mababe ngamakhoboka okukha amanzi nokucanda iinkuni zamaSirayeli nezeqonga lamadini kaNdikhoyo. Loo msebenzi basawenza unanamhla kuloo ndawo yalathwe nguNdikhoyo.

Uyoshuwa 9

Uyoshuwa 9:19-27