Uyohane 19:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ngoko athetha-thethana esithi: “Masingasikrazuli; *masiqashise ngaso ukuba siya kuba sesikabani.” Ukwenjenje oku ayezalisekisa loo ndawo *eziBhalweni ithi:“Babelana ngeempahla zam;baqashisa ngesambatho sam.”Enza loo nto kanye amajoni.

Uyohane 19

Uyohane 19:14-28