Uyohane 19:23 Ibhayibhile (XHO96)

Akuba amajoni embethelele emnqamlezweni uYesu, azithatha iimpahla zakhe, abelana ngazo emané. Asithatha sona isambatho sakhe esasingenamthungo, salukiwe nje sisonke ukususela phezulu.

Uyohane 19

Uyohane 19:20-28