Uyohane 19:25 Ibhayibhile (XHO96)

Apho ngasemnqamlezweni kaYesu kwakumi unina, nodade bonina, noMariya umka-Kleyopa, kunye noMariya waseMagadala.

Uyohane 19

Uyohane 19:18-29