Uyohane 16:33 Ibhayibhile (XHO96)

Ndinixelele ezi zinto ukuze nibe noxolo, kuba nimanyene nam. Ehlabathini niya kubandezeleka; kodwa musani ukuxhalaba, kuba mna ndiloyisile ihlabathi.”

Uyohane 16

Uyohane 16:25-33