Uyohane 16:32 Ibhayibhile (XHO96)

Niyabona, kuza ixesha, kwaye selifikile, lokuba nichithakale nonke, elowo agoduke, ndize ndisale ndedwa. Noko ke andindedwa, kuba uBawo unam.

Uyohane 16

Uyohane 16:22-33