Uyohane 17:1 Ibhayibhile (XHO96)

Akuba etshilo uYesu, wakhangela phezulu, wathi: “Bawo, lifikile ngoku ixesha. Mnike iwonga uNyana wakho, aze abubonakalise ubungangamsha bakho.

Uyohane 17

Uyohane 17:1-2