Umsebenzi Wabathunywa 6:2 Ibhayibhile (XHO96)

*Abathunywa abalishumi elinambini balihlanganisa ibandla lilonke, bathi kulo: “Asinto intle kuthi ukuba sikuyekelele ukushumayela ilizwi likaThixo ngenxa yokuzixakekisa ngomsebenzi wokwabela abasweleyo.

Umsebenzi Wabathunywa 6

Umsebenzi Wabathunywa 6:1-6