Umsebenzi Wabathunywa 6:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi kwakubon' ukuba liyanda inani labalandeli bakaYesu, kwavela ukungevisisani phakathi kwamaJuda athetha isiGrike kwanamaJuda athetha olweenkobe. AmaJuda athetha isiGrike akhalazela ukuba abahlolokazi bawo àbamkeliswa kakuhle kwimali yenkxaso yemihla ngemihla.

Umsebenzi Wabathunywa 6

Umsebenzi Wabathunywa 6:1-11