Umsebenzi Wabathunywa 6:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke, mawethu, khethani amadoda abe sixhenxe phakathi kwenu, awaziwa ngokuzaliswa nguMoya oyiNgcwele nangobulumko; thina ke siwamisele kulo msebenzi.

Umsebenzi Wabathunywa 6

Umsebenzi Wabathunywa 6:1-11