Umsebenzi Wabathunywa 24:21 Ibhayibhile (XHO96)

Into inye endakhala ngayo naphambi kwawo, ndathi: ‘Ndigwetywa nje namhlanje, kungenxa yokukholelwa ukuba abafileyo baya kuvuka.’ ”

Umsebenzi Wabathunywa 24

Umsebenzi Wabathunywa 24:16-25