Umsebenzi Wabathunywa 24:22 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke uFelekis owayeyazi kakuhle iNdlela le, walimisa ityala, wathi: “Ndiya kuligweba ityala lakho akufika umphathi-mkhosi uLisiya.”

Umsebenzi Wabathunywa 24

Umsebenzi Wabathunywa 24:19-27