Umsebenzi Wabathunywa 23:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ingxoxo leyo yakhula kangangokuba ingqwayi-ngqwayi yaba sexhaleni lokuba uPawulos bosuka bamthi qwenge-qwenge. Ngoko ke yayalela ukuba amajoni amthathe uPawulos apho entlanganisweni, aye naye enqabeni yomkhosi.

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:1-15