Umsebenzi Wabathunywa 23:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ngobo busuku iNkosi yema ngakuPawulos, yathi: “Qina! Njengokuba undingqine apha eJerusalem nje, kufuneka wenze kwaloo nto naseRoma.”

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:1-20