Umsebenzi Wabathunywa 23:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ke kwakuba njalo, kwaxokozela, abanye babachazi-mthetho beqela labaFarasi baphakama bekhalaza besithi: “Thina asifumani nto ingalunganga kule ndoda! Mhlawumbi ngenene umoya othile okanye isithunywa sezulu sithethile nayo.”

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:2-16