Umsebenzi Wabathunywa 22:30 Ibhayibhile (XHO96)

Ingqwayi-ngqwayi yafuna ukuqiniseka ngetyala awayemmangalela ngalo amaJuda uPawulos. Ithe ke ngengomso makakhululwe amatyathanga uPawulos, kubizwe ababingeleli abaziintloko kunye *neBhunga xa lilonke. Yaza ke yeza kummisa phambi kwentlanganiso uPawulos.

Umsebenzi Wabathunywa 22

Umsebenzi Wabathunywa 22:23-30