Umsebenzi Wabathunywa 22:29 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangoko loo madoda ayeza kumncina uPawulos arhoxa, ingqwayi-ngqwayi yoyika yakuqonda ukuba uPawulos wayengummi ongumRoma, imkhonkxe ngamatyathanga nje.

Umsebenzi Wabathunywa 22

Umsebenzi Wabathunywa 22:22-30