Umsebenzi Wabathunywa 23:1 Ibhayibhile (XHO96)

UPawulos wawajonga ntsho amalungu eBhunga, wathi: “Mawethu, kude kuze kuba yile mininje andinasazela nganto ngobomi bam bonke phambi koThixo.”

Umsebenzi Wabathunywa 23

Umsebenzi Wabathunywa 23:1-6