Umsebenzi Wabathunywa 21:33 Ibhayibhile (XHO96)

Ingqwayi-ngqwayi yaya kuPawulos, yambamba, yayalela nokuba akhonkxwe ngamatyathanga amabini. Yaza ke yabuza isithi: “Ngubani lo mntu? Wenze ntoni?”

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:29-36