Umsebenzi Wabathunywa 21:34 Ibhayibhile (XHO96)

Loo ndimbane yaphendula, abanye bethetha le, abanye bethetha leya. Kwakuphithizela kangangokuba ingqwayi-ngqwayi ayizange ikuqonde ncam okwakwenzekile, yaza ke yayalela ukuba uPawulos asiwe enqabeni yamajoni.

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:31-40