Umsebenzi Wabathunywa 21:32 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangoko ingqwayi-ngqwayi yesuka kunye namagosa ayo, neqela lamajoni, yasukela apho kolo dushe. Bakuyibona isiza namajoni, bayeka ukumbetha uPawulos abantu.

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:31-35