Umsebenzi Wabathunywa 21:31 Ibhayibhile (XHO96)

Babeza kumbulala uPawulos ukuba kwakungafikanga lizwi kwingqwayi-ngqwayi yomkhosi wamaRoma, liyixelela ngodushe oluseJerusalem.

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:30-32