Umsebenzi Wabathunywa 21:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa zona iintlanga ezingamakholwa sasizibhalele ileta ngokwesigqibo sethu, sibayala ukuba bangakutyi ukutya kwedini, nanyama inegazi, nasilwanyana sikrwitshiweyo, futhi bazikhwebule ekurheletyeni.”

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:16-32