Umsebenzi Wabathunywa 21:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uPawulos wahlangana nawo loo madoda, waza ngengomso walenza kunye nawo isiko lokuhlanjululwa. Waza ke waya endlwini kaThixo ukuya kwenza amalungiselelo alo mcimbi, ngokukodwa malunga nomnikelo owawuya kufuneka ekupheleni kwexesha lentlambululo.

Umsebenzi Wabathunywa 21

Umsebenzi Wabathunywa 21:16-28